Loading video...
Video Failed to Load
Tinarha is not a real place 😭😭😭
220,852 views • 3 years ago •via X (Twitter)
10 Comments

Amy Farrah Fowler3 years ago
Bangaphinde abamelwane bazimase umcimbi wale family. Yindlavini le

Masixole3 years ago
Yindlavini ukufa.

zizikhongo3 years ago
and all i can think of amongst this chaos is ayibitye La coffin ka Big Nuz qha andifuni kuyikhwaza because classism and middle class privilege 😭🙆🏽♀️

Masixole3 years ago
If angakuva lobhuti 😭😭😭😭

Mahabi3 years ago
Hehehe the liver of taking that video 🙊

Masixole3 years ago
It’s NOT ME. Asoze ndiye emngcwabeni wabantu ekuthwa yiBig Nuz. Ndicaphkela nemingcwabo enemipu. Asoze ndiye nakulo Tinarha phofu.

Siyasanga3 years ago
Hay Bawo

Masixole3 years ago
Senantloni 😭

Kayise3 years ago
La kaka akasoundi reg. Niyibiza njalo eTinarha?

Masixole3 years ago
Andingowase Tinarha mna!
